Mohammed Umar / Ncebakazi Faith Saliwa-Mogale
Librería Samer Atenea
Kálamo Books
Librería Elías (Asturias)
Librería Kolima (Madrid)
Librería Proteo (Málaga)
Fajar lives in the city and her dream is to visit her grandparents who live in the village for sometime. Fajar loves her grandparents and they love her too. To make her dream come true, her parents take Fajar and her brother to see their grandparents. Let us follow Fajar and see why she enjoys visiting her grandparents. UFaja uhlala esixekweni kwaye iphupha lakhe kukuba aye kutyelela ootatomkhulu noomakhulu bakhe abahlala elalini, ahlale nabo ixeshana. UFaja uyabathanda ootatomkhulu noomakhulu bakhe, kwaye nabo bayamthanda. Ukuze afezekise iphupha lakhe, abazali bakhe bamthatha uFajar nomntakwabo baya kubona ootatomkhulu noomakhulu babo. Masimlandele uFaja ukuze sibone ukuba kutheni ekuthanda ukutyelela ootatomkhulu noomakhulu bakhe.